Iinkokheli 18:2 XHO96

2 Ngoko ke amaDan akhetha amagorha amahlanu awaziwayo, amela isizwe sawo siphela. Awakhupha eZora nase-Eshtawoli, awayala athi: “Hlolani ilizwe elo.”Athi akufika kweleentaba lakwaEfrayim, alalisa kwaMika.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 18

imbono Iinkokheli 18:2 kwimeko