Iinkokheli 18:1 XHO96

1 Ngelo thuba ke uSirayeli wayengenakumkani. Ke yona indlu kaDan yayisazifunela umhlaba owawuza kuba lilifa layo, kuba ukuza kuthi ga ngoku yayingekafumani mhlaba ungowayo njengezinye izindlu zikaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 18

imbono Iinkokheli 18:1 kwimeko