Iinkokheli 18:7 XHO96

7 La madoda aphuma apho, afika eLayishe. Ke afumanisa ukuba abantu bakhona babengoyiki nto, koko babehleli ngokonwaba njengamaSidon. Yayiluhlanga oluzolileyo olungenanxa namntu, futhi lungaswele nto. Babemi kude namaSidon, futhi kungekho sizwe simbi banomnqophiso naso.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 18

imbono Iinkokheli 18:7 kwimeko