Iinkokheli 18:8 XHO96

8 La madoda ke athi akubuyela ekhaya eZora nase-Eshtawoli abuzwa ngamawawo kwathiwa: “Ibinjani na ihambo?”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 18

imbono Iinkokheli 18:8 kwimeko