Iinkokheli 19:22 XHO96

22 Kwathi besonwabile apho, kwafika iindlavini ezithile, zayirhawula indlu leyo, zabetha ucango, zabhekisa kumnini-ndlu lowo zisithi: “Mkhuphe loo mfo umngenise endlwini yakho. Sifuna ukulala naye.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 19

imbono Iinkokheli 19:22 kwimeko