Iinkokheli 20:26 XHO96

26 Aphuma ke onke amaSirayeli, aya kulila eBhetele. Ahlala apho phambi koNdikhoyo, akuzila ukutya kwada kwahlwa. Enza amadini atshiswayo, ngokunjalo nawobudlelwana, esenzela uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 20

imbono Iinkokheli 20:26 kwimeko