Iinkokheli 3:10 XHO96

10 Ke kaloku uOteniyeli wonganyelwa nguMoya kaNdikhoyo, waza waba yinkokheli yamaSirayeli. UOteniyeli waya emfazweni, wathiwa jize ngoloyiso nguNdikhoyo, wamoyisa ukumkani uKushan-rishatayim waseAram.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 3

imbono Iinkokheli 3:10 kwimeko