Iinkokheli 3:9 XHO96

9 Ke kaloku amaSirayeli adanduluka akhala kuNdikhoyo, waza ke yena wawathumela umkhululi. Lowo ke yayinguOteniyeli unyana kaKenazi umninawe omncinci kaKalebhi.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 3

imbono Iinkokheli 3:9 kwimeko