8 Ngoko ke uNdikhoyo waba nomsindo, waza wawayekela ngokumkani uKushan-rishatayim waseAram-naharayim, wawoyisa, aba phantsi kwakhe iminyaka esibhozo.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 3
imbono Iinkokheli 3:8 kwimeko