Iinkokheli 4:19 XHO96

19 Wathi kuye: “Khawuncede undiphe amanzi; ndinxaniwe.” Ke yena wamthululela amasi entsubeni, wamnika wasela, waza waphinda wamqhusheka.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 4

imbono Iinkokheli 4:19 kwimeko