Iinkokheli 4:18 XHO96

18 UJayeli waphuma wahlangabeza uSisera, waza wathi kuye: “Yiza, mhlekazi; ngena apha kwam, ungoyiki.” Wangena ke, waza uJayeli wamfihla ngaphaya komkhusane.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 4

imbono Iinkokheli 4:18 kwimeko