Iinkokheli 4:21 XHO96

21 USisera wasuka wee yoyi bubuthongo. Ke yena uJayeli wathatha isando nesikhonkwane sentente, wachwechwa waya kuye, wafika wabethelela isikhonkwane eso entloko kuSisera, saza saya kuphumela kwelinye icala, wafa ke uSisera.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 4

imbono Iinkokheli 4:21 kwimeko