Iinkokheli 4:22 XHO96

22 Wathi akufika uBharaki, esukela uSisera, uJayeli waphuma wamhlangabeza, wathi kuye: “Yiz' apha ndikubonise lo mntu umfunayo.” Wangena naye ke uBharaki, waza wamfumana uSisera edunduluze apho ententeni efile, isikhonkwane sentente sibethelelwe entloko.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 4

imbono Iinkokheli 4:22 kwimeko