Iinkokheli 7:3 XHO96

3 Ngoko ke thetha nawo uthi: ‘Nabani na ogubhayo luloyiko makagoduke, anyebeleze emke apha kwiintaba zeGiliyadi.’ ” Akuba etshilo ke kwajika amashumi amabini amawaka, kwaza kwasala ishumi lamawaka kuphela.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 7

imbono Iinkokheli 7:3 kwimeko