Iinkokheli 7:4 XHO96

4 UNdikhoyo waqhuba wathi kuGidiyon: “Nangoku asemaninzi la madoda unawo. Yihla nawo uye emfuleni; ndiza kuwaphungula. Ke indoda endithe mayihambe nawe, yohamba, kodwa endithe mayisale, mayisale.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 7

imbono Iinkokheli 7:4 kwimeko