Iinkokheli 7:5 XHO96

5 UGidiyon ke waya nawo emanzini apho, waza uNdikhoyo wathi kuye: “Wahlula-hlule la madoda; yonke indoda esela amanzi ngokuwakha ngesandla, ngathi yinja ixhaph' amanzi, yahlule kuleyo icambalalayo xa iselayo.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 7

imbono Iinkokheli 7:5 kwimeko