Iinkokheli 8:18 XHO96

18 UGidiyon wabuza uZebha noZalmuna wathi: “Ayeluhlobo luni na laa madoda nawabulalayo eTabore?”Ke bona baphendula bathi: “Ayefana nawe lowo kanye – onke ayengathi ngoonyana bokumkani.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 8

imbono Iinkokheli 8:18 kwimeko