Iinkokheli 8:19 XHO96

19 UGidiyon wathi: “Yayingabantakwethu abazalwa ngumama. Inene, ndiyafunga, ekho nje uNdikhoyo, ukuba naningawabulalanga bendingazukunibulala nani ngoku.”

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 8

imbono Iinkokheli 8:19 kwimeko