Iinkokheli 8:27 XHO96

27 Ke uGidiyon wayithatha loo golide, wenza *isidanga sonqulo ngayo, wasibeka apho kowabo eOfra. Onke ke amaSirayeli akreqa kuThixo ngenxa yeso sidanga. Le nto yaba ngumgibe kuGidiyon nomzi wakowabo.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 8

imbono Iinkokheli 8:27 kwimeko