28 Kwaba njalo ke ukoyiswa kwamaMidiyan, akaba savusa mnyele. Ilizwe elo ke lafumana amashumi amane eminyaka yenzolo ngemihla kaGidiyon.
funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 8
imbono Iinkokheli 8:28 kwimeko