Iinkokheli 9:54 XHO96

54 Ngoko nangoko ke wabiza umfana owayephatha izikhali zakhe, wathi: “Rhola ikrele lakho undibulale, ukuze kungathiwa ndibulewe ngumfazi.” Ngoko ke umfana lowo wamgwaza wafa.

funda isahluko epheleleyo Iinkokheli 9

imbono Iinkokheli 9:54 kwimeko