Uamos 1:11 XHO96

11 Utsho *uNdikhoyo ukuthi:“Nokuba amaEdom ayone izihlandlo zazithathungendingasirhoxisanga isohlwayo sam.Kambe ke suke agqithisa ngokona isihlandlo sesine.Kaloku wona awaqweqwedisa ngekrele amawabo,ayitsho yaphela tu imfobe yokuzalana,awaqwenga enomsindo ongapheliyo,umsindo ongathibazekiyo.

funda isahluko epheleleyo Uamos 1

imbono Uamos 1:11 kwimeko