Uamos 1:9 XHO96

9 Utsho *uNdikhoyo ukuthi:“Nokuba iTire yayone izihlandlo zazithathungendingasirhoxisanga isohlwayo sam.Kambe ke suke yagqithisa ngokona isihlandlo sesine.Kaloku bona bathimba isizwe siphela,basithengisa saba ngamakhoboka kwaEdom,suka bawutyeshela umnqophiso wobuzalwana.

funda isahluko epheleleyo Uamos 1

imbono Uamos 1:9 kwimeko