Uamos 7:1 XHO96

1 Naku eyandibonisa kona iNkosi *uNdikhoyo. Ndabona idala umqikela weenkumbi xa kanye ingca yayiqala ukuntshula emva kokuba imfuyo kakumkani yayisikelwe utyani.

funda isahluko epheleleyo Uamos 7

imbono Uamos 7:1 kwimeko