Uestere 3:4 XHO96

4 Mihla le zazithetha naye ngale nto, kodwa yena engavumi ukuthobela loo myalelo. Ngoko zamxelela uHaman ngoModekayi lowo, zifuna ukuqonda ukuba sonyanyezelwa na eso simo sikaModekayi, njengoko wayezixelele ukuba yena ungumJuda.

funda isahluko epheleleyo Uestere 3

imbono Uestere 3:4 kwimeko