Uezra 10:1 XHO96

1 Ke kaloku ngoku athandazayo uEzra evuma izono, elila egqusha phantsi phambi kwendlu kaThixo, kwabakho isihlwele samaSirayeli esaqokelelana kuye – amadoda, abafazi, nabantwana. Babelila ngokubindeka okukhulu.

funda isahluko epheleleyo Uezra 10

imbono Uezra 10:1 kwimeko