Uezra 9:15 XHO96

15 Ewe, wena Ndikhoyo Thixo kaSirayeli, ulunge kwaphela! Namhlanje thina sinawo amasalela. Nakuba sinobutyala sinjalo, kodwa silapha. Phofu ngenxa yeli tyala lethu akukho namnye kuthi ungemayo phambi kwakho.”

funda isahluko epheleleyo Uezra 9

imbono Uezra 9:15 kwimeko