Uezra 10:5 XHO96

5 Ke kaloku waphakama uEzra, waqokelela bonke ababingeleli abaphambili nabaLevi noSirayeli ephela, wathi mabafunge ukuba baza kwenza njengoko sekuthethiwe. Basenza ke isifungo.

funda isahluko epheleleyo Uezra 10

imbono Uezra 10:5 kwimeko