Uezra 10:6 XHO96

6 Waza uEzra waphuma endlwini kaThixo, waya endlwini kaYohanan unyana kaEliyashibhi. Ngoko alapho ke wayengatyi engaseli manzi, kuba esazilele ukunganyaniseki kwabathinjwa.

funda isahluko epheleleyo Uezra 10

imbono Uezra 10:6 kwimeko