Uezra 4:4 XHO96

4 Zasuka ke ezo ntlanga zazibangqongile zabatyhafisa abantu bakwaJuda, zabenza boyika ukuwuqhuba umsebenzi wokwakha.

funda isahluko epheleleyo Uezra 4

imbono Uezra 4:4 kwimeko