Ujoweli 2:23 XHO96

23 Vuyani nani, bemi baseZiyon.Yonwabani kuNdikhoyo uThixo wenu,kuba uninike ngobulungisa imvula yasekwindla,wanithululela izandyondyo zomvimbi ekwindla nasentlakohlaza,natsho nadla ngendeb' endala.

funda isahluko epheleleyo Ujoweli 2

imbono Ujoweli 2:23 kwimeko