Ujoweli 3:2 XHO96

2 ndoziqokelela zonke izizwe,ndizithobele kwintili kaYoshafati,apho ke ndozigweba khonangenxa yelifa lam abantu bam amaSirayeli.Kaloku bawasarhaze aziimbacu ezizweni,bawahlula-hlula umhlaba wam.

funda isahluko epheleleyo Ujoweli 3

imbono Ujoweli 3:2 kwimeko