Umika 1:5 XHO96

5 nto leyo ihla ngenxa yobugwenxa bukaYakobi;ewe, le nto ingenxa yesono sendlu kaSirayeli.Bubugwenxa buni obu bukaYakobi? AsingoSamariya na?Yiyiphi indawo ephakamileyo yokukhonza *izithixo kwaJuda? AsiyoJerusalem na?

funda isahluko epheleleyo Umika 1

imbono Umika 1:5 kwimeko