Umika 4:6 XHO96

6 Umlomo *kaNdikhoyo uthi:“Ngaloo mini ndiya kuziqokelela neziqhwala,neembacu ngokwazo ndizihlanganise,ngokunjalo nâbo ndibabandezeleyo.

funda isahluko epheleleyo Umika 4

imbono Umika 4:6 kwimeko