Umika 7:7 XHO96

7 Kambe ke mna ndijonge *kuNdikhoyo;ewe, ndikholosa ngoThixo olusindiso lwam.UThixo wam yena uya kundiva.

funda isahluko epheleleyo Umika 7

imbono Umika 7:7 kwimeko