Unehemiya 13:27 XHO96

27 Ke ngaba nithi nathi masihambe kweli khondo lenu, senze le nkohlakalo yokungathembeki kuThixo wethu ngokuthatha abafazi abaziintlanga?”

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 13

imbono Unehemiya 13:27 kwimeko