Unehemiya 3:13 XHO96

13 ISango leNtili lalilungiswa nguHanum kunye nabemi baseZanowa. Balakha balifaka iingcango neziqhobosho nemivalo. Kananjalo balungisa umgama oziimitha ezimakhulu mane anamashumi amahlanu kudonga olo, bema ngeSango lobuLongwe.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:13 kwimeko