11 Khanibabuyisele kwanamhlanje amasimi, izidiliya, izinquma, nezindlu zabo, ngokunjalo nala matyala banibamba wona: isahlulo sekhulu semali, ingqolowa, iwayini, kunye namafutha omnquma.”
funda isahluko epheleleyo Unehemiya 5
imbono Unehemiya 5:11 kwimeko