Unehemiya 5:10 XHO96

10 Mna nabantakwethu namadoda akwam siyababoleka abantu imali nokudla. Ngoko ke masiyeke ukubaxhaphaza sizuze ingeniso.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 5

imbono Unehemiya 5:10 kwimeko