Unehemiya 8:10 XHO96

10 Ke uNehemiya wathi kubo: “Hambani niyokutya izimuncu-muncu, ukutya okumnandi neziselo, nide niphe nâbo bangenakutya. Le yimini ekhethekileyo yeNkosi yethu. Ngayo musani ukuba lusizi; kaloku uNdikhoyo uza kunomeleza ngovuyo lwakhe.”

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 8

imbono Unehemiya 8:10 kwimeko