1 Kapetros 3:21 XHO96

21 Wona angumqondiso owalatha ubhaptizo olusindisa nina ngoku. Ubhaptizo alukuko ukuhlanjwa kokungcola komzimba, lusisithembiso esenziwa kuThixo ngomxhelo wonke. Lusindisa ngamandla okuvuka kukaKrestu

funda isahluko epheleleyo 1 Kapetros 3

imbono 1 Kapetros 3:21 kwimeko