1 Kapetros 4:11 XHO96

11 Oshumayelayo makamele uThixo. Oncedisayo makancedise ngamandla awaphiwa nguThixo. Zonke izinto zenzeleni ukuze kunconywe uThixo ngenxa kaYesu Krestu. Kaloku sesakhe isidima namandla nanini nanini. *Amen.

funda isahluko epheleleyo 1 Kapetros 4

imbono 1 Kapetros 4:11 kwimeko