1 Kapetros 5:10 XHO96

10 Kodwa ke, emva kwezo mbandezelo zomzuzwana, uThixo umthombo wesisa owanibizayo ngokumanywa kwenu noKrestu, khon' ukuze nibe nenxaxheba kubuqaqawuli bakhe obungapheliyo, uya kunihlaziya anomeleze, anixhobise, nime ngxishi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kapetros 5

imbono 1 Kapetros 5:10 kwimeko