1 Kayohane 1:3 XHO96

3 Nani ke sinixelela ngesimbonileyo, sathetha naye, khon' ukuze nani nibuxhamle nathi ubudlelane esinabo kunye noYise noNyana wakhe uYesu Krestu.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 1

imbono 1 Kayohane 1:3 kwimeko