1 Kayohane 3:12 XHO96

12 Masingafani noKayen ke owafuza umtyholi wagwinta umntakwabo. Kwakutheni ukuze amgwinte umntwakwabo? Kwakungenxa yokuba izenzo zikaKayen zazigwenxa, kodwa ezomntakwabo zazilungile.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 3

imbono 1 Kayohane 3:12 kwimeko