1 Kayohane 5:18 XHO96

18 Siyazi ukuba umntwana kaThixo akoni rhoqo. Kaloku uNyana kaThixo uyamgcina, ukuze umtyholi angamchukumisi.

funda isahluko epheleleyo 1 Kayohane 5

imbono 1 Kayohane 5:18 kwimeko