1 Kutimoti 6:17 XHO96

17 Bayale abantu abanobutyebi beli hlabathi bangaziphakamisi baqamele ngento engaqinisekanga njengemali, koko mabathembele kuThixo, kuba yena unezinwe, unako ukusenza sixhamle zonke izinto sonwabile.

funda isahluko epheleleyo 1 Kutimoti 6

imbono 1 Kutimoti 6:17 kwimeko