1 Kwabasetesalonika 1:5 XHO96

5 Kaloku iindaba ezimnandi endaniphathela zona yayingengomlomo nje qha, koko ndazizisa ngamandla kaMoya oyiNgcwele, ndiqhutywa kukoyiseka bubunyaniso bazo. Niyayazi indlela endandiziphethe ngayo ngokuya ndandilapho phakathi kwenu. Yonke loo nto yayikukulungiselela nina.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 1

imbono 1 Kwabasetesalonika 1:5 kwimeko