1 Kwabasetesalonika 1:6 XHO96

6 Nani ngokwenu nalandela ekhondweni lethu neleNkosi. Nangona naniphatheke kabuhlungu, udaba nalwamkela ngovuyo oluvela kuMoya oyiNgcwele.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 1

imbono 1 Kwabasetesalonika 1:6 kwimeko