1 Kwabasetesalonika 4:8 XHO96

8 Ngoko ke, nabani na ongayifuniyo le mfundiso akachasi mntu, uchasa uThixo lo unipha uMoya oyiNgcwele.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 4

imbono 1 Kwabasetesalonika 4:8 kwimeko